
#, fuzzy
msgid ""
msgstr ""
"Project-Id-Version: SimpleSAMLphp 1.15\n"
"Report-Msgid-Bugs-To: simplesamlphp-translation@googlegroups.com\n"
"POT-Creation-Date: 2018-11-15 14:49+0200\n"
"PO-Revision-Date: 2018-11-15 14:49+0200\n"
"Last-Translator: \n"
"Language-Team: \n"
"Plural-Forms: nplurals=2; plural=(n != 1)\n"
"MIME-Version: 1.0\n"
"Content-Type: text/plain; charset=utf-8\n"
"Content-Transfer-Encoding: 8bit\n"
"Generated-By: Babel 1.3\n"

msgid "{core:cardinality:cardinality_text}"
msgstr ""
"Uphawu olunye okanye olungakumbi olunikelwe ngumboonelei wesazisi sakho "
"aluqulethanga inani lamaxabiso alindelekileyo."

msgid "{core:no_metadata:suggestion_developer}"
msgstr ""
"Ukuba ungumvelisi osebenzisa isisombululo sokusayina ungene kanye, "
"unengxaki nolungiselelo lwe-metadata. Qinisekisa ukuba i-metadata "
"ilungiselelwe ngokuchanekileyo kuzo zombini umbonelei wesazisi "
"nomboneleli wenkonzo."

msgid "{core:no_cookie:retry}"
msgstr "Zama kwakhona"

msgid "{core:no_cookie:description}"
msgstr ""
"Ubonakala uzenze azasebenza iikhuki kwibhrawuza yakho. Nceda ujonge "
"iisetingi ezikwibhrawuza yakho, uzame kwakhona."

msgid "{core:cardinality:problematic_attributes}"
msgstr "Iimpawu eziyingxaki zezi:"

msgid "{core:no_state:cause_nocookie}"
msgstr "Iikhuki zisenokwenziwa zingasebenzi kwibhrawuza yewebhu."

msgid "{core:no_state:report_header}"
msgstr "Chaza le mpazamo"

msgid "{core:no_state:causes}"
msgstr "Le mpazamo isenokuba ibangelwe:"

msgid "{core:no_state:description}"
msgstr "Asikwazanga ukufumana inkcazelo yobume yesicelo sangoku."

msgid "{core:no_state:report_text}"
msgstr "Ukuba le ngxaki iyaqhubeka, ungayichaza kubalawuli besistim."

msgid "{core:no_metadata:header}"
msgstr "I-Metadata ayifunyenwanga"

msgid "{core:no_metadata:config_problem}"
msgstr ""
"Kusenokwenzeka yingxaki yolungiselelo kumboneleli wenkonzo okanye "
"umboneleli wesazisi."

msgid "{core:no_state:header}"
msgstr "Inkcazelo yobume ilahlekile"

msgid "{core:no_metadata:suggestion_user_link}"
msgstr ""
"Ukuba ngaba ungumsebenzisi ofumene le mpazamo emva kokulandela ilinki "
"kwisayithi, ufanele uchaze le mpazamo kumnini walo sayithi."

msgid "{core:no_state:suggestion_goback}"
msgstr "Buyela emva kwikhasi elidlulileyo uzame kwakhona."

msgid "{core:cardinality:cardinality_header}"
msgstr "Iimpawu Ezingachanekanga"

msgid "{core:no_state:cause_openbrowser}"
msgstr "Kuvulwe ibhrawuza yewebhu ngeethebhu eziseyivwe kwiseshoni edlulileyo."

msgid "{core:no_state:suggestion_closebrowser}"
msgstr "Vala ibhrawuza yewebhu, uzame kwakhona."

msgid "{core:no_metadata:not_found_for}"
msgstr "Asikwazanga ukufumana imetadata ye-entithi:"

msgid "{core:no_cookie:header}"
msgstr "Ikhuki engekhoyo"

msgid "{core:cardinality:got_want}"
msgstr "kukho amaxabiso e-%GOT%, sifuna %WANT%"

msgid "{core:no_state:suggestions}"
msgstr "Iingcebiso zokulungisa le ngxaki:"

msgid "{core:no_state:cause_backforward}"
msgstr "Ukusebenzisa amaqhosha okuya emva naphambili kwibhrawuza yewebhu."

